MUSIC AND LYRICS

Lyrics:

Verse:

Nangi’ya ehamba ngesizotha, auw ngay’ thanda auw lendoda

Wath’ ehamba engi sondela uvalo wangi fica

Mbonen’ uncumo lwakhe, wandi qhekez’ nqondo ndiphambene nguye

Wandi jonga lo buti lona, ndivelelwe yi ntoni

Prechorus:

Ndiyay’ funa lendoda

Second verse:

Mjongeni isakhiwo sakhe

Imvelaphi, lendod’ iyazi qhenya

Uvelaphi, thixo mjongeni

Ndaze nda phela, lendoda iyandi biza

Prechorus:

Ndiyayi funa lendoda auuw ye ye ye ye ye ye ye ye X2

Third verse:

Ndathi nthe ndihleli naye

Ingalo yakh’ indigonile

Auuw we buti undi velelaphi na

Ingelos’ enje azang’ ndayibona

Chorus:

Ndiyayi funa lendoda auuuw ye ye ye ye ye ye ye ye X2 

Bridge:

Ndine’ ndoda e ndiyi thandayo e khaliphile isipho semvelo x2

(Background chants)

( u velaphi boooo, auuuw wendoda auuw wendoda X2 )

(background chants)

Ndiyayi funa lendoda auuuw ye ye ye ye ye ye ye ye X2

Auwww ye ye ye ye ye ye ye ye, ndiyayi funa lendoda till end